Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASETESALONIKA II 3:2

KWABASETESALONIKA II 3:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

nokuba sihlangùlwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo; kuba ukholo alubantwini bonke.

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 3

KWABASETESALONIKA II 3:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe kubantu abakhohlakeleyo abanobuqhokolo. Kaloku asingabo bonke abantu abalwamkelayo udaba lweNkosi.

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 3

KWABASETESALONIKA II 3:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

nokuba sihlangulwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo; kuba ukholo alubantwini bonke.

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 3

KWABASETESALONIKA II 3:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

nokuba sihlangulwe ebantwini abasangeneyo abakohlakeleyo; ngokuba ukolo lungenabo bonke.

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo