1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kaloku ukuba buhlungu ngokukaThixo kusebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:10
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:1
Sinawo nje ngoko la madinga, zintanda, masizihlambulule kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya sibufeza ubungcwele, sisoyika uThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:1
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:9
Ngoku ke ndiyavuya, ndingavuyeli kuba neenziwa buhlungu, ndivuyela ukuba nenziwa buhlungu ngokwasinga enguqukweni
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 7:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo