Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE II 7:10

KWABASEKORINTE II 7:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ubuhlungu obungokukaThixo busebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7

KWABASEKORINTE II 7:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ubuhlungu obungokukaThixo busebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7

KWABASEKORINTE II 7:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku ithi intlungu yakusetyenziswa nguThixo, izise inguquko esa ekusindisweni; akukho kuzisola ke ngoko. Kodwa intlungu yasehlabathini yona ibanga ukufa.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7

KWABASEKORINTE II 7:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kaloku ukuba buhlungu ngokukaThixo kusebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7

KWABASEKORINTE II 7:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba usizi olungo KUKATIXO luzuzisa uguquko lude lube lusindiswa, eningayi kuzohlwaya ngalo; kodwa usizi lwaselizweni luyazuzisa ukufa.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 7

KWABASEKORINTE II 7:10

KWABASEKORINTE II 7:10 XHO75KWABASEKORINTE II 7:10 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo