1
Imibalo 17:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kwaye kute ngomnye umhla, akungena u‐Mosesi ententeni yesinqi̔no, kekaloku, nantsi intsulile intonga ka‐Arone, ngenxa yendlu ka‐Levi, yavelisa imiqumbi, yatyatyamba intyatyambo, yahlanza izamonde.
Thelekisa
Phonononga Imibalo 17:8