Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Imibalo 16

1

Imibalo 16:30-32

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kanti ukuba UYEHOVA uyadala ummangaliso, uze umhlaba wakamise umlomo wawo, ubaginye bona, nako konke abanako, bade bahlele esihogweni behleli, niya kwandula nikwazi ukuba lamadoda adelile UYEHOVA. Kwaza kwati, akuba egqibile ukuteta onke lamazwi, umhlaba opantsi kwawo wacandeka; waza umhlaba wavula umlomo wawo, wawaginya wona, nendlu zawo, nabo bonke abantu abalunge kuye u‐Kora, nayo yonke impahla.

Thelekisa

Phonononga Imibalo 16:30-32

2

Imibalo 16:1-2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KEKALOKU u‐Kora, unyana ka‐Yitsare, unyana ka‐Kohati, unyana ka‐Levi, watabata kwa u‐Datane no‐Abirame, onyana baka‐Eliyabe, no‐One, unyana ka‐Pelete, onyana baka‐Rubene; abasukayo pambi kwo‐Mosesi, benamadoda amakulu mabini anamashumi mahlanu elusatsheni luka‐Sirayeli, inkosi zentlanganiso, abadumileyo entlanganisweni, amadoda egama.

Thelekisa

Phonononga Imibalo 16:1-2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest