Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Imibalo 12

1

Imibalo 12:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

umlomo kumlomo ndiya kuteta naye, kwa sekuhleni, kungabi ngamazwi okuntsonkota: nomfanekiselo KAYEHOVA wowukangela: yinina ke ukuba nibe ningoyiki ukuteta ngakuso isicaka sam, ngaku‐Mosesi?

Thelekisa

Phonononga Imibalo 12:8

2

Imibalo 12:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

(Kekaloku indoda engu‐Mosesi ibilulamile kakulu, ngapezu kwabo bonke abantu ababesebusweni bomhlaba.)

Thelekisa

Phonononga Imibalo 12:3

3

Imibalo 12:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti: Yivani ke amazwi am: Ukuba kubako umprofite pakati kwenu, mna YEHOVA ndiya kuzazisa ngomboniso kuye, ngepupa ndiya kuteta naye.

Thelekisa

Phonononga Imibalo 12:6

4

Imibalo 12:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Asinjalo isicaka sam u‐Mosesi; onyanisekile kuyo yonke indlu yam

Thelekisa

Phonononga Imibalo 12:7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest