Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yoshuwa 5

1

U‐Yoshuwa 5:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yaza inkosi yomkosi KAYEHOVA yati ku‐Yoshuwa: Susa izihlangu zako ezinyaweni zako, ngokuba indawo umi pezu kwayo iyingewele. Wenje njalo ke u‐Yoshuwa.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 5:15

2

U‐Yoshuwa 5:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yati: Hai, kungokuba ndiyinkosi yomkosi KAYEHOVA endizileyo kaloku. Waza u‐Yoshuwa wawa ngobuso ngasemhlabeni, waziqubuda, wati kuyo: Iti nina inkosi yam esicakeni sayo?

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 5:14

3

U‐Yoshuwa 5:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KWAYE kute, akuba u‐Yoshuwa ebengase‐Jeriko, wapakamisa amehlo ake, wakangela, kekaloku, nantsi indoda imi malungana naye, ineṙele layo lir̔oliwe esandleni sayo. Wasuka u‐Yoshuwa waya kuyo, wati kuyo: Ungecala letu na, ungecala lentshaba zetu kusinina?

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 5:13

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Yoshuwa 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo