Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOSHUWA 5:15

UYOSHUWA 5:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi umthetheli womkhosi kaYehova kuYoshuwa, Khulula iimbadada zakho ezinyaweni zakho; kuba loo ndawo umi kuyo ingcwele. Wenjenjalo uYoshuwa.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 5

UYOSHUWA 5:15 IBHAYIBHILE (XHO96)

Yathi loo ngqwayi-ngqwayi yomkhosi kaNdikhoyo: “Khulula iimbadada zakho ezo. Lo mhlaba umi kuwo ngumhlaba ongcwele.” Wenjenjalo ke uYoshuwa.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 5

UYOSHUWA 5:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi umthetheli womkhosi kaYehova kuYoshuwa, Khulula iimbadada zakho; ngokuba indawo leyo umi kuyo ingcwele. Wenjenjalo uYoshuwa.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 5

UYOSHUWA 5:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Yaza inkosi yomkosi KAYEHOVA yati ku‐Yoshuwa: Susa izihlangu zako ezinyaweni zako, ngokuba indawo umi pezu kwayo iyingewele. Wenje njalo ke u‐Yoshuwa.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo