Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7

1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:25

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kukona angati kanjalo agqibele ukusindisa abo bezayo ngaye KUTIXO, kuba ehleli amaxesha onke ukubatetelela.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:25

2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba umperisite onjalo ebesifanekele, ongcwele, ongenatyala, onganco̔lisekileyo, owahlukile kwaboni, opakanyiselwe pezulu pezu kwamazulu

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:26

3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:27

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ongafaneleyo ukuti ixesha ngexesha, njengabaperisite abakulu abo, anikele amadini kube tanci ngenxa yezake izono, kube kamva ngenxa yezabantu; ngokuba oku wakwenza kwa kanye, akuzinikela yena.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7:27

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo