Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KUMAHEBHERE 7:26

KUMAHEBHERE 7:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ubesifanele umbingeleli omkhulu onjalo, ongcwele, ongenabubi, ongenabala, owahlukileyo kubo aboni, othe waba ngaphezu kwalo izulu

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7

KUMAHEBHERE 7:26 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke uYesu ngoyena mbingeleli mkhulu ukwaziyo ukuhlangabezana nemeko yethu. Ungcwele, akanasici, enyulu; futhi wahlukanisiwe naboni, wanyuselwa ezulwini.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7

KUMAHEBHERE 7:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba ubesifanele umbingeleli omkhulu onjalo, ongcwele, ongenabubi, ongenabala, owahlukileyo kubo aboni, othe waba ngaphezu kwalo izulu

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7

KUMAHEBHERE 7:26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba umperisite onjalo ebesifanekele, ongcwele, ongenatyala, onganco̔lisekileyo, owahlukile kwaboni, opakanyiselwe pezulu pezu kwamazulu

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo