Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3

1

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16-17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Zonke iziba̔lo zinikwa ngokupefumlela KUKATIXO, zinceda kanjalo ukuba kufundiswe, ukuba kohlwaywe, ukuba kulungiswe, ukuba kululekwe ebulungiseni; ukuze indoda KATIXO ibe ifezekile, ilungiselelwe yonke imisebenzi elungileyo ngokuzalisekileyo.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16-17

2

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

YAZI kanjalo oku, okokuba emihleni yokugqibela iya kuza kubako imihla enzima. Ngokuba abantu beya kuba ngabazitandayo, abatanda imali, abazidlayo, abaqanqalazayo, abagxeki, abangevayo abazali, abangenakubulela, abangenabungcwele, abangenalutando lwokuvela, abangaxoliseki, abancetezi, abangenabunca̔tu, izibovubovu, abatiya abalungileyo, ingcatsha, injubaqa, abakukumele lir̔atshi, bengabatanda imihlali ngapezu kwokuba bangabatanda UTIXO; benaso isimilo sobubedesho, kodwa amandla abo bewakanyele: deda kubo abanjalo.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo