KUTIMOTI II 3:16-17 - Compare All Versions
KUTIMOTI II 3:16-17 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sonke isibhalo, siphefumlelwe nguThixo nje, sikwancedela ukufundisa, ukohlwaya, ukululeka, ukuqeqesha okusebulungiseni, ukuze umntu kaThixo afaneleke, exhobele wonke umsebenzi olungileyo.
KUTIMOTI II 3:16-17 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya kaThixo. Siyanceda ekufundiseni inyaniso nokuchitha imposiso. Siyanceda ukulungisa isimilo, sinike ingqeqesho; ukuze lowo uzinikele kuThixo abe namandla okuwuphumeza nawuphi na umsebenzi omhle.
KUTIMOTI II 3:16-17 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Sonke isibhalo, siphefumlelwe nguThixo nje, sikwancedela ukufundisa, ukohlwaya, ukululeka, ukuqeqesha okusebulungiseni, ukuze umntu kaThixo afaneleke, exhobele wonke umsebenzi olungileyo.
KUTIMOTI II 3:16-17 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke iziba̔lo zinikwa ngokupefumlela KUKATIXO, zinceda kanjalo ukuba kufundiswe, ukuba kohlwaywe, ukuba kulungiswe, ukuba kululekwe ebulungiseni; ukuze indoda KATIXO ibe ifezekile, ilungiselelwe yonke imisebenzi elungileyo ngokuzalisekileyo.