Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyesibini ka‐Samyali 11

1

Eyesibini ka‐Samyali 11:2-3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwaza kwati ngexesha lokuhlwa, wesuka u‐Davide emandlalweni wake, wahamba pezu kwesifulelwa sendlu yokumkani; wati esesifulelweni wabona umfazi ezihlamba: kekaloku umfazi lowo ebemhle kakulu ukubonakala kwake. Waza watuma u‐Davide, wabuza ngalomfazi. Kwaye kusitwa: Lo asi nguye na u‐Batesheba, intombi ka‐Elihame, umfazi ka‐Huriya um‐Hete?

Thelekisa

Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 11:2-3

2

Eyesibini ka‐Samyali 11:4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wandula u‐Davide watuma izigidimi, wamtabata; wati akungena kuye, walala naye; ngokuba ebezihlambulule ekunco̔leni kwake: wada wabuyela endlwini yake.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 11:4

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyesibini ka‐Samyali 11

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo