Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 11:4

USAMUWELI II 11:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

UDavide wathuma abathunywa, wamthabatha; weza ke yena kuye, walala naye. Akuba ezingcwalisile ebunqambini bakhe, wabuyela endlwini yakhe.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 11

USAMUWELI II 11:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

UDavide ke wathumela izigidimi ukuba zize naye. Waziswa ke kuye, waza yena walala naye. Oku kwenzeka xa loo mfazi wayesandula ukuzihlambulula emva kokuba sexesheni. Emva koko uBhashebha wabuyela emzini wakhe.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 11

USAMUWELI II 11:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uDavide wathuma abathunywa ukuba bamthabathe; wamngena, walala naye; kuba ebehlambulukile ihambo yakhe, wabuyela endlwini yakhe.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 11

USAMUWELI II 11:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wandula u‐Davide watuma izigidimi, wamtabata; wati akungena kuye, walala naye; ngokuba ebezihlambulule ekunco̔leni kwake: wada wabuyela endlwini yake.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 11
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo