Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala yezikronike 28

1

Eyokuqala yezikronike 28:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nawe, Solomone, nyana wam! yazi ke UTIXO kayihlo, umkonze ngentliziyo ekolisekileyo, nangompefumlo ovumayo: ngokuba UYEHOVA ebuza intliziyo zonke, nako konke ukucinga kwenkumbulo nyakuqonda: ukuba uyamfuna, wofunyanwa nguwe; kanti ukuba uyamshiya, wokulahla kude kube ngunapakade.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala yezikronike 28:9

2

Eyokuqala yezikronike 28:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wati u‐Davide kanjalo ku‐Solomone unyana wake: Yomelela, ukalipe, wenze ke; ungoyiki, ungatuswa nokutuswa: ngokuba UYEHOVA ONGUTIXO, UTIXO wam, enawe; akayi kukuncama, akayi kukushiya, ude ugqibe wonke umsebenzi wenkonzo yayo indlu KAYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala yezikronike 28:20

3

Eyokuqala yezikronike 28:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Lumka kaloku; ngokuba UYEHOVA ekunyulile ukuba uyake indlu ibe yindawo eyingcwele: yomelela, wenze ke.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala yezikronike 28:10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo