Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZIKRONIKE I 28:10

IZIKRONIKE I 28:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Uze ulumke ke; ngokuba uYehova ukunyule ukuba wakhe indlu ibe yeyengcwele. Yomelela uyenze.

Yabelana
Funda IZIKRONIKE I 28

IZIKRONIKE I 28:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoku ke zikisa ukucinga, kuba kaloku uNdikhoyo ukunyulele ukuba umakhele indlu engcwele. Ngoko ke yomelela uwenze lo msebenzi.”

Yabelana
Funda IZIKRONIKE I 28

IZIKRONIKE I 28:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Lumka ngoku; ngokuba uYehova ukunyule ukuba wakhe indlu engcwele; yomelela, yenze.

Yabelana
Funda IZIKRONIKE I 28

IZIKRONIKE I 28:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Lumka kaloku; ngokuba UYEHOVA ekunyulile ukuba uyake indlu ibe yindawo eyingcwele: yomelela, wenze ke.

Yabelana
Funda IZIKRONIKE I 28
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo