Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IINDUMISO 9

1

IINDUMISO 9:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Bathembele ngawe, Ndikhoyo, bonke abakwaziyo; kaloku akuzange ubafulathele abo bakufunayo.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 9:10

2

IINDUMISO 9:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Mandikubonge ngomxhelo wam wonke, *Ndikhoyo, ndibalise ngayo yonke imimangaliso oyenzileyo.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 9:1

3

IINDUMISO 9:9

IBHAYIBHILE

XHO96

NguNdikhoyo inqaba yokuzimela abacinezelwayo; nguye ikhusi ngamaxesha eembandezelo.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 9:9

4

IINDUMISO 9:2

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndomemelela ngemincili, ndikuvumel' ingoma, ndibonge wena, Phezukonke.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 9:2

5

IINDUMISO 9:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Ulilawula ngobulungisa elimiweyo; azigwebe kakuhle zonke iintlanga.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 9:8

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 9

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo