Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IINDUMISO 10

1

IINDUMISO 10:17-18

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndikhoyo, uyaziva izicelo zabantw' abathobekileyo; uyabavuselela, uziphendule izicelo zabo. Iinkedama nabacinezelweyo uyabaqwebela, khon' ukuze oonyana babantu bangagrogrisi mntu ehlabathini.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 10:17-18

2

IINDUMISO 10:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewe, wena uzijongile wazibona iintlupheko neentsizi, khon' ukuze ulungele ukusisiza. Ewe, zibalekela kuwe nazo iindwayi, wena ongumncedi weenkedama.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 10:14

3

IINDUMISO 10:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Yini na, *Ndikhoyo? Wachasela? Kutheni? Wazifihla ngexesha longxunguphalo?

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 10:1

4

IINDUMISO 10:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Lamla, Ndikhoyo; caca ukuba unguThixo! Sukubalibal' abantw' abahlelelekileyo!

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 10:12

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo