Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IZAFOBE 5

1

IZAFOBE 5:21

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku zonke izinto ezenziwa ngumntu ziyabonwa *nguNdikhoyo; zonke iindlela zakhe uzijongile.

Thelekisa

Phonononga IZAFOBE 5:21

2

IZAFOBE 5:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Nyaniseka kumfazi wakho; ewe, sela amanzi kwelakho iqula.

Thelekisa

Phonononga IZAFOBE 5:15

3

IZAFOBE 5:22

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke zona izenzo zomntu okhohlakeleyo zibambisa kwayena, ajike akhonkxwe kwasisono sakhe.

Thelekisa

Phonononga IZAFOBE 5:22

4

IZAFOBE 5:3-4

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku imilebe yomfazi ongakwaziyo ukuziphatha ivuza ubusi; kwaye nenkalakahla yakhe igudile kunamafutha omnquma. Kanti ke ekugqibeleni uba nobukrakra okomhlonyane, akwenzakalise okwekrele elibukhali macala.

Thelekisa

Phonononga IZAFOBE 5:3-4

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IZAFOBE 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest