Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UYOHANE 2

1

UYOHANE 2:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Lo mqondiso wakhe wokuqala uYesu wawenza eKana kwelaseGalili, ebonakalisa ubungangamsha bakhe; baza abafundi bakhe bakholwa kuye.

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 2:11

2

UYOHANE 2:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Wathi kuye uYesu: “Mama, khawuyeke. Ixesha lam alikafiki.”

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 2:4

3

UYOHANE 2:7-8

IBHAYIBHILE

XHO96

UYesu ke wathi kwizicaka: “Zalisani le miphanda ngamanzi.” Izicaka zayizalisa, wathi kuzo: “Yikhani ngoku, nise kwinjoli.” Zenjenjalo ke

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 2:7-8

4

UYOHANE 2:19

IBHAYIBHILE

XHO96

Waphendula uYesu wathi: “Yidilizeni le ndlu. Mna ndoyakha kwakhona ngeentsuku ezintathu.”

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 2:19

5

UYOHANE 2:15-16

IBHAYIBHILE

XHO96

Wenza isabhokhwe ngentambo, wabakhupha bonke endlwini kaThixo, ezikhupha nezo gusha nezo nkomo. Wayichitha imali yabatshintshi, wabhukuqa nezo tafile zabo. Waza wathi kwabathengisa amahobe: “Zikhupheni apha ezi zinto. Indlu kaBawo sanukuyenza indawo yokuthengisela.”

Thelekisa

Phonononga UYOHANE 2:15-16

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UYOHANE 2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo