1
UJEREMIYA 15:16
IBHAYIBHILE
XHO96
Akuvakala kum amazwi akho ndiwetyisile, anditsho ndazala yimincili naluchulumanco entliziyweni yam. Kaloku ndibizwa ngokuthi ndingokaNdikhoyo uThixo onamandla onke.
Thelekisa
Phonononga UJEREMIYA 15:16
2
UJEREMIYA 15:19
Ke ngoko utsho uNdikhoyo ukuthi: “Ukuba uyabuyela kum, ndobuya ndikubuyisele esikhundleni sakho, ube sisicaka sam. Ndobuya ndikwenze umlomo wam, ukuba nje uyayiyeka le mbudede uyithethayo. Baza kubuyela kuwe abantu, ingabi nguwe obuyela kubo.
Phonononga UJEREMIYA 15:19
3
UJEREMIYA 15:21
“Ndiza kukuhlangula kubantu abakhohlakeleyo, ndikukhulule esandleni sabagonyameli.”
Phonononga UJEREMIYA 15:21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo