Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMSEBENZI WABATHUNYWA 13

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3

IBHAYIBHILE

XHO96

Ekuyikhonzeni kwabo iNkosi, bezila ukutya, uMoya oyiNgcwele wathi kubo: “Ndikhetheleni uBharnabha noSawule, ukuze benze umsebenzi endibabizele wona.” Ngoko ke bazila ukutya bathandaza, bababeka izandla, baza babandulula.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:2-3

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39

IBHAYIBHILE

XHO96

Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:47

IBHAYIBHILE

XHO96

Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi: “ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga, ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’ ”

Thelekisa

Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:47

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMSEBENZI WABATHUNYWA 13

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest