IZENZO 13:39
IZENZO 13:39 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nakuzo zonke izinto ebeningenako ukugwetyelwa nikhululeke kuzo ngomthetho kaMoses, bonke abakholwayo bayagwetyelwa ngaye yena lowo.
Yabelana
Funda IZENZO 13IZENZO 13:38-39 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.
Yabelana
Funda IZENZO 13