Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMATEYU 8

1

UMATEYU 8:26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 8:26

2

UMATEYU 8:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphendula umthetheli-khulu, wathi, Nkosi, andikulingene ukuba ude ungene phantsi kophahla lwam; thetha ilizwi lodwa, sophiliswa isicaka sam.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 8:8

3

UMATEYU 8:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabalandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 8:10

4

UMATEYU 8:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waza wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba ke, makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho. Saphiliswa kwangalo elo lixa isicaka sakhe.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 8:13

5

UMATEYU 8:27

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bamangaliswa ke abantu abo, besithi, Ngumntu mni na lo, le nto alulanyelwayo nayimimoya nalulwandle?

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 8:27

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo