Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMATEYU 4

1

UMATEYU 4:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 4:4

2

UMATEYU 4:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Aze athi uYesu kuye, Suka umke, Sathana; kuba kubhaliwe kwathiwa, YiNkosi uThixo wakho oya kuqubuda kuyo, ukhonze yona yodwa.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 4:10

3

UMATEYU 4:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYesu kuye, Kubhaliwe kanjalo kwathiwa, Uze ungayihendahendi iNkosi uThixo wakho.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 4:7

4

UMATEYU 4:1-2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waza uYesu wenyuswa nguMoya, wasiwa entlango, ukuba ahendwe nguMtyholi. Uthe akuba ezilé ukudla iimini ezimashumi mané nobusuku obumashumi mané, ekupheleni kwazo walamba.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 4:1-2

5

UMATEYU 4:19-20

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Athi ke kubo, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha, bamlandela ke.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 4:19-20

6

UMATEYU 4:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waqala oko uYesu ukumemeza, esithi, Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 4:17

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo