Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka UMATEYU 11

1

UMATEYU 11:28

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yizani kum nonke nina nibulalekayo, nisindwayo ngumthwalo, ndoninika ukuphumla.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 11:28

2

UMATEYU 11:29

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Thabathani idyokhwe yam niyithwale, nifunde kum; ngokuba ndinobulali, ndithobekile ngentliziyo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 11:29

3

UMATEYU 11:30

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 11:30

4

UMATEYU 11:27

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho umaziyo uNyana, kuphela nguYise; akukho umaziyo uYise, kuphela nguNyana, nalowo athi uNyana athande ukumtyhilela.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 11:27

5

UMATEYU 11:4-5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphendula uYesu wathi kubo, Hambani niye kumbikela uYohane izinto enizivayo nenizibonileyo: iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba; abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva; abafileyo bayavuswa, namahlwempu ayazishunyayezwa iindaba ezilungileyo.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 11:4-5

6

UMATEYU 11:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Lowo uneendlebe zokuva makeve.

Thelekisa

Phonononga UMATEYU 11:15

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 11

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest