UMATEYU 11:27 - Compare All Versions
UMATEYU 11:27 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho umaziyo uNyana, kuphela nguYise; akukho umaziyo uYise, kuphela nguNyana, nalowo athi uNyana athande ukumtyhilela.
Yabelana
UMATEYU 11 XHO75UMATEYU 11:27 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Zonke izinto ziphathiswe mna nguBawo; kananjalo akukho bani umaziyo uNyana, ngaphandle koYise, kungekho bani umaziyo uYise ngaphandle koNyana, nalowo uNyana athanda ukumtyhilela.
Yabelana
UMATEYU 11 XHO96UMATEYU 11:27 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho umaziyo uNyana, nguYise yedwa; kanjalo akukho umaziyo uYise, kuphela nguNyana, nalowo asukuba uNyana ethanda ukumtyhilela.
Yabelana
UMATEYU 11 CXB24UMATEYU 11:27 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke izinto zinikelwe kum NGUBAWO: kanjako akuko mntu omaziyo UNYANA, kupela NGUYISE; NOYISE akuko mntu omaziyo, kupela NGUNYANA, nosukuba UNYANA etanda ukumtyilela yena.
Yabelana
UMATEYU 11 XHO1902A