Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IGENESIS 4

1

IGENESIS 4:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ukuba uthe walungisa, abuyi kuswabuluka ubuso yini na? Ukuba uthe akwalungisa, isono sibúthumile ngasesangweni, singxamele wena; ke wena, sílawule.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 4:7

2

IGENESIS 4:26

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

USete naye wazalelwa unyana, wathi igama lakhe nguEnoshe. Kwaqalwa oko ukunqulwa igama likaYehova.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 4:26

3

IGENESIS 4:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova kuKayin, Úphi na uAbheli, umninawa wakho? Wathi yena, Andazi; ndingumgcini womninawa wam, yini na?

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 4:9

4

IGENESIS 4:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi, Wenzé ntoni na? Izwi legazi lomninawa wakho liyakhala emhlabeni kum.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 4:10

5

IGENESIS 4:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova kuye, Xa kunjalo, bonke ababulala uKayin kophindezelwa kubo kasixhenxe. UYehova wammisela uKayin umqondiso, ukuze bonke abamfumanayo bangamsiki.

Thelekisa

Phonononga IGENESIS 4:15

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo