Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka INTSHUMAYELI 12

1

INTSHUMAYELI 12:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ukuhlanganiswa kwentetho, yakuba ivakele into yonke, nanku: Yoyika uThixo, ugcine imithetho yakhe; ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 12:13

2

INTSHUMAYELI 12:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngokuba izenzo zonke uThixo uya kuzizisa ekugwetyweni, izinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile nokuba zimbi.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 12:14

3

INTSHUMAYELI 12:1-2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Uze umkhumbule ke uMdali wakho ngemihla yobutsha bakho, ingekezi imihla yobubi, ingekafiki iminyaka owothi ngayo, Ayindiyolele; lingekabi mnyama ilanga, nokukhanya, nenyanga, neenkwenkwezi, engekabuyi amafu emva kwemvula

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 12:1-2

4

INTSHUMAYELI 12:6-7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ingekaqhawuki intambo yesilivere, lityumke iselwa legolide, uqhekeke umphanda emthonjeni, yaphuke ivili iwe equleni; lungekabuyeli emhlabeni uthuli, njengoko belunjalo, umoya ubuyele kuThixo owawunikayo.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 12:6-7

5

INTSHUMAYELI 12:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Amampunge awo amampunge, itsho iNtshumayeli; into yonke ingamampunge.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 12:8

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne INTSHUMAYELI 12

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo