Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka INTSHUMAYELI 10

1

INTSHUMAYELI 10:10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, àkalulola uhlangothi lwayo, wogonyela ngoko ngamandla; ke ubulumko buyanceda bulungise.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 10:10

2

INTSHUMAYELI 10:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ukuba ukufutha komlawuli kuthe kwenyuka kwakuchasa, musa ukuyishiya indawo yakho; ngokuba ubulali buleleza izono ezikhulu.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 10:4

3

INTSHUMAYELI 10:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Iimpukane ezifileyo zinukisa zibilise amafutha omqholi; ubudenge obuncinane bunzima kunobulumko nozuko.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 10:1

4

INTSHUMAYELI 10:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Amazwi omlomo wesilumko anokubabala; ke yona imilebe yomlomo wesidenge iginya kwasona.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 10:12

5

INTSHUMAYELI 10:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Omba isigingqi, angéyela kuso; ochitha uthango, inyoka ingámluma.

Thelekisa

Phonononga INTSHUMAYELI 10:8

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne INTSHUMAYELI 10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo