Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 10:10

INTSHUMAYELI 10:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, àkalulola uhlangothi lwayo, wogonyela ngoko ngamandla; ke ubulumko buyanceda bulungise.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 10

INTSHUMAYELI 10:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Xa izembe libuthuntu, lingalolwanga, kufuneka ubethe ngamandla ngalo. Kodwa ke bubuchule into enika impumelelo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 10

INTSHUMAYELI 10:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, akalulola uhlangothi lwayo, woyenza ibe namandla ngakumbi; ke ubulumko buyanceda bulungise.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 10

INTSHUMAYELI 10:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ukuba intsimbi ibutuntu, nohlangoti akaluloli, uya kwandula andise amandla; kodwa into encedayo ukulungisa bubulumko.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 10
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo