1
UMARKO 3:35
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba othe wakwenza ukuthanda kukaThixo, lowo ngumzalwana wam, nodade wethu, noma.
Yenzanisa
Ongorora {{vhesi}}
2
UMARKO 3:28-29
Inene ndithi kuni, Zonke izono baya kuzixolelwa oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo; ke yena othe wanyelisa uMoya oyiNgewele, akanako ukuxolelwa naphakade; unetyala lokugwetywa okungunaphakade.
3
UMARKO 3:24-25
Nobukumkani, ukuba buthe bahlulelana bodwa, abunako ukuma obo bukumkani; nendlu, ukuba ithe yahlulelana yodwa, ayinako ukuma loo ndlu
4
UMARKO 3:11
nabo oomoya abangcolileyo babesithi, xa sukuba bembona, bawe phantsi kuye, bakhale, besithi, Ùnguye wena uNyana kaThixo.