1
IINDUMISO 58:11
IBHAYIBHILE
XHO96
Abantu baya kutsho bathi: “Kuthe kanti kuneziqhamo ukuba lilungisa; ngenene ukho uThixo olilawulayo ihlabathi.”
සසඳන්න
IINDUMISO 58:11 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 58:3
Abakhohlakeleyo banxaxha bezalwa nje; ewe, banxaxha besesesizalweni, bathethe ubuxoki.
IINDUMISO 58:3 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 58:1-2
Ngaba anikhethi buso na kodwa, nina balawuli, xa nilawulayo? Anibalamli ngegobe kodwa abantu? Hayi bo! Niyila inkohlakalo; kweli hlabathi naba ugonyamelo.
IINDUMISO 58:1-2 ගවේෂණය කරන්න