1
IINDUMISO 57:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Khawube nenceba uvelane nam, Thixo; kaloku igwiba lam nguwe. Ndizimela kuloo maphiko akho zide zidlule iinkqwithela.
සසඳන්න
IINDUMISO 57:1 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 57:10
Izibele zakho zibalasele ezulwini; ukuthembeka kwakho kurhec' amafu.
IINDUMISO 57:10 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 57:2
Ndibhenela kuThixo uPhezukonke, kuThixo ongenakundiyekela
IINDUMISO 57:2 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 57:11
Awu, Thixo, zimaseka esibhakabhakeni; isidima nesihomo sakho masibe phezu kwehlabathi jikelele!
IINDUMISO 57:11 ගවේෂණය කරන්න