1
IINDUMISO 55:22
IBHAYIBHILE
XHO96
Iingxaki zakho ziphose kuNdikhoyo; yena uya kukuxhasa, akayi kuze aliyekele ilungisa.
සසඳන්න
IINDUMISO 55:22 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 55:17
Kusasa emini nangokuhlwa ndithiwe mbende ngumva-ndedwa; saye ke isililo sam sinyukela kuye, futhi ke uza kundiphulaphula.
IINDUMISO 55:17 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 55:23
Kambe ke, Thixo, uya kubeyelisela enzonzobileni abangendawo, ababulali namatshijolo, bengekagqibi nesiqingatha sobomi. Ukanti ke mna ndiya kukholosa ngawe.
IINDUMISO 55:23 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 55:16
Kambe ke ndibhenela kuThixo. Ewe, *uNdikhoyo uya kundihlangula.
IINDUMISO 55:16 ගවේෂණය කරන්න
5
IINDUMISO 55:18
Yena uza kundikhulula, ndingenawo nowempumlo, kweli dabi ndikulo, kwezingaka zona iintshaba.
IINDUMISO 55:18 ගවේෂණය කරන්න
6
IINDUMISO 55:1
Ndincede uwubekele iindlebe umthandazo wam, Thixo. Ndibhenela kuwe; sukundifulathela.
IINDUMISO 55:1 ගවේෂණය කරන්න