Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:13
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 6:13 XHO1902A
Kanjako ningamiseli esonweni amalungu enu ukuba zimpahla zokungalungileyo; koko zimiseleni kutixo njengokuba nihleli nivukile kwabafileyo, namalungu enu niwamisele kutixo ukuba zimpahla zobulungisa.





