Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 2:3-4

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 2:3-4 XHO1902A

Nawe, mntundini! ubagwebayo abo bazenza izinto ezinjalo, xa uzenza kwa zona, uyatelekelelisa oku na, ukuba uya kusinda emgwetyweni katixo? uyabudela kusinina ubutyebi bobubele bake nonyamezelo lwake nokuzeka kade kwake; ungazi ukuba ububele bukatixo buyakukokela eluguqukweni?

Видео по Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 2:3-4

Бесплатные планы чтения и наставления по теме Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 2:3-4