Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 11:17-18

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 11:17-18 XHO1902A

Kodwa ukuba inxenye yamasebe yapulwa, nawe, ungumnquma wasendle nje, wamiliselwa pakati kwawo, waza wabelwa kwingcambo nakukutyeba kwomnquma kunye nawo, ungaqa̔yiseli amasebe. Kodwa ukuba uyawaqa̔yisela, asi nguwe oxasa ingcambo, yingcambo exasa wena.

Видео по Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 11:17-18

Бесплатные планы чтения и наставления по теме Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 11:17-18