Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13 XHO1902A
Ngokuba isiba̔lo sisiti: Osukuba ekolwa kuye akayi kudaniswa. Ngokuba kungeko ukwahluka pakati kwom‐Juda nom‐Girike; ngokuba ikwa nye inkosi yabo bonke, ibutyebi ngakubo bonke ababizayo kuyo: ngokuba bonke abasukuba bebiza egameni likayehova beya kusindiswa.





