Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23 XHO1902A

Besitsho ukuti bangabalumkileyo baba zizidenge, bati ubungcwalisa bake utixo ongonakaliyo babuguqulela umfanekiso ofana nomntu owonakalayo, nentaka, nezilo ezinyawo zine, nezinto ezinambuzelayo.

Видео по Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23

Бесплатные планы чтения и наставления по теме Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:22-23