Ivangeli ka‐Mateyu 8:26

Ivangeli ka‐Mateyu 8:26 XHO1902A

Wayesiti kubo: Yinina ukuba ninobugwala, nina balukolo luncinane? Wandula wavuka wakalimela imimoya nolwandle, kwaza kwabako ukuzola okukulu.

Bezpłatne plany czytania i rozważania na temat: Ivangeli ka‐Mateyu 8:26