Logo aplikacji Biblia
Ikona wyszukiwania

EYEZIQALO 50:17

EYEZIQALO 50:17 XHO96

Bathumela isigidimi ke kuJosefu ukuba sise umlomo othi: “Ubawo wathi ze sithi kuwe, Josefu, uze usixolele ngesenzo esakwenza sona. Sixolele ke ngoko, thina zicaka zikaThixo kabawo.” Zehla iinyembezi kuJosefu akuwuva loo mlomo.