1
Ivangeli ka‐Maraki 10:45
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
ngokuba nonyana wesintu ebengezanga ukuza kukonzwa, koko weza ukukonza, nokunika ubomi bake bube yintlaulelo yabaninzi.
Porównaj
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:45
2
Ivangeli ka‐Maraki 10:27
Koko u‐Yesu ebakangele wati: Ebantwini akwenzeki oku, kodwa akukokungenzekiyo KUTIXO; ngokuba zonke izinto zisenzeka KUTIXO.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:27
3
Ivangeli ka‐Maraki 10:52
Wayesiti u‐Yesu kuye: Hamba; ukolo lwako lukupilisile. Waza kwa oko wamkela ukubona kwake, wamlandela u‐Yesu endleleni.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:52
4
Ivangeli ka‐Maraki 10:9
Ngoko ke, oko UTIXO akubandakanyileyo, makungahlulwa mntu.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:9
5
Ivangeli ka‐Maraki 10:21
Waza u‐Yesu emkangele wamtanda, wati kuye: Inye into uyisweleyo: hamba, uye utengise ngako konke onako, upe amahlwempu, wauya kuba nendyebo ezulwini; uze ke, yipate ikuruse, ulandele mna.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:21
6
Ivangeli ka‐Maraki 10:51
Waza wapendula u‐Yesu wati kuye: Unga ndingakwenzela nto nina? Wayesiti oyimfama kuye: Raboni! ndinga ndingamkela ukubona kwam.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:51
7
Ivangeli ka‐Maraki 10:43
Kodwa akuyi kuba njalo pakati kwenu; koko osukuba efuna ukuba mkulu pakati kwenu, woba ngumkonzi wenu
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:43
8
Ivangeli ka‐Maraki 10:15
Ngokwenene nditi kuni: Osukuba engamkeli ubukumkani BUKATIXO njengomntwana, akasayi kuza angene kubo.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:15
9
Ivangeli ka‐Maraki 10:31
Kodwa baninzi abangabokuqala abaya kuba ngabokugqibela, nabangabokugqibela abaya kuba ngabokuqala.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:31
10
Ivangeli ka‐Maraki 10:6-8
kodwa kwa sekuqaleni kwokudalwa, UTIXO wabenza indoda nomfazi. Ngenxa yoku umntu uya kushiya uyise nonina, anamatele emfazini wake, baze abo babini babe yinyama nye. Ngako oko abasebabini, bayinyama nye.
Przeglądaj Ivangeli ka‐Maraki 10:6-8