1
EYEZIQALO 46:3
IBHAYIBHILE
XHO96
“Mna ndinguThixo kayihlo. Uzungoyiki ukuya eJiputa; kulapho inzala yakho ndiya kuyenza isizwe esikhulu.
Porównaj
Przeglądaj EYEZIQALO 46:3
2
EYEZIQALO 46:4
Ndiya kuya nawe eJiputa, ndibuye ndiyibuyisele kwalapha inzala yakho. UJosefu uya kukucima amehlo ukubhubha kwakho.”
Przeglądaj EYEZIQALO 46:4
3
EYEZIQALO 46:29
uJosefu wakhwela enqwelweni, waya kukhawulela uyise uSirayeli. Uthe akubona uyise, uJosefu waziphosa kuye, wamanga, walila ithuba elide.
Przeglądaj EYEZIQALO 46:29
4
EYEZIQALO 46:30
Uthe uSirayeli kuJosefu: “Nokuba ndingafa ngoku ndikubonile usaphila, kulungile.”
Przeglądaj EYEZIQALO 46:30