Logo YouVersion
BibliaPlanyNagrania wideo
Pobierz aplikację
Wybór języka
Ikona wyszukiwania

Popularne wersety biblijne z EYEZIQALO 41

1

EYEZIQALO 41:16

IBHAYIBHILE

XHO96

UJosefu uphendule ngelithi: “Mhlekazi, andikwazi kuchaza maphupha, koko nguThixo oya kuchazela ukumkani iphupha lakhe.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 41:16

2

EYEZIQALO 41:38

IBHAYIBHILE

XHO96

watsho esithi kubo: “Ngaba singafumana ndoda yimbi ngaphandle koJosefu, umfo owambathiswe ngoMoya kaThixo?”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 41:38

3

EYEZIQALO 41:39-40

IBHAYIBHILE

XHO96

Ubhekise kuJosefu ke ukumkani, wathi: “Nguwe oyiboniswe nguThixo le nto yonke. Kucacile ke ukuba asinakubuya sifumane mntu wumbi onobulumko namava, ingenguwe. Ndiza kwenza wena ube ngumphathiswa elizweni lam. Bonke abantu bam baya kuthobela wena. Igunya lakho liya kuba ngaphantsi kwelam qha.

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 41:39-40

4

EYEZIQALO 41:52

IBHAYIBHILE

XHO96

Owesibini unyana wathi nguEfrayim, kuba esithi: “UThixo undiphe inzala kwilizwe endihlupheke kulo.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 41:52

5

EYEZIQALO 41:51

IBHAYIBHILE

XHO96

Unyana olizibulo wathi igama lakhe nguManase, kuba esithi: “UThixo undiphumzile ndatsho ndazilibala iinkxwaleko zam, andawakhumbula namawethu.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 41:51

Bezpłatne plany czytania i rozważania na temat: EYEZIQALO 41

Poprzedni rozdział
Następny rozdział
YouVersion

Zachęcanie i wzywanie cię do codziennego szukania bliskości z Bogiem.

Misja

O YouVersion

Praca

Wolontariat

Blog

Prasa

Przydatne linki

Pomoc

Wesprzyj

Przekłady Biblii

Biblie audio

Języki Biblii

Werset dnia


Cyfrowa misja

Life.Church
Polski

©2026 Life.Church / YouVersion

Polityka prywatnościRegulamin
Program ujawniania luk w zabezpieczeniach
FacebookTwitterInstagramYoutubePinterest