Logo YouVersion
BibliaPlanyNagrania wideo
Pobierz aplikację
Wybór języka
Ikona wyszukiwania

Popularne wersety biblijne z EYEZIQALO 18

1

EYEZIQALO 18:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Niba kukho into enokuxaka uNdikhoyo? Bendithe ngeli xesha kunyaka ozayo ndobe ndibuye; uSara woba enomntwana oyinkwenkwe.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 18:14

2

EYEZIQALO 18:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Wahleka yedwa ke uSara, wathi: “Sendigqithile kwixabiso lokuzala, kanti nomyeni wam selaluphele.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 18:12

3

EYEZIQALO 18:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Inzala yakhe yoba sisizwe esikhulu, yaye ndozithamsanqelisa ngaye zonke izizwe.

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 18:18

4

EYEZIQALO 18:23-24

IBHAYIBHILE

XHO96

Uthe uAbraham kuNdikhoyo: “Ngaba ngenene, *Mhlekazi, uza kutshabalalisa amalungisa ndawonye nezibhoja? Ukuba kukho amashumi amahlanu amalungisa, ngaba ungasibhangisa eso sixeko? Akungesisindisi ngenxa yamashumi amahlanu lawo?

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 18:23-24

5

EYEZIQALO 18:26

IBHAYIBHILE

XHO96

Uthe uNdikhoyo: “Ukuba kungakho amashumi amahlanu abantu abamsulwa eSodom, ndingasisindisa eso sixeko sonke ngenxa yabo.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 18:26

Poprzedni rozdział
Następny rozdział
YouVersion

Zachęcanie i wzywanie cię do codziennego szukania bliskości z Bogiem.

Misja

O YouVersion

Praca

Wolontariat

Blog

Prasa

Przydatne linki

Pomoc

Wesprzyj

Przekłady Biblii

Biblie audio

Języki Biblii

Werset dnia


Cyfrowa misja

Life.Church
Polski

©2026 Life.Church / YouVersion

Polityka prywatnościRegulamin
Program ujawniania luk w zabezpieczeniach
FacebookTwitterInstagramYoutubePinterest