Logo YouVersion
BibliaPlanyNagrania wideo
Pobierz aplikację
Wybór języka
Ikona wyszukiwania

Popularne wersety biblijne z EYEZIQALO 16

1

EYEZIQALO 16:13

IBHAYIBHILE

XHO96

UHagare wathi khumnqa, wathi ke ukumbiza loo Ndikhoyo ambonileyo nguThixo obonayo, kuba esithi: “Ngoku ndimbonile ondibonayo.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 16:13

2

EYEZIQALO 16:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Isithunywa sikaNdikhoyo saqokela sathi: “Ukhulelwe nje uza kuzala inkwenkwe. Uze uthi nguIshmayeli igama layo, kuba kaloku uNdikhoyo uyivile intlungu yakho.

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 16:11

3

EYEZIQALO 16:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Kodwa yena unyana wakho uya kuziphatha okweqwarha; uya kuchasa wonke ubani, angafunwa ngumntu wonke naye. Uya kuhlala elikheswa phakathi kwabantu bakowabo.”

Porównaj

Przeglądaj EYEZIQALO 16:12

Bezpłatne plany czytania i rozważania na temat: EYEZIQALO 16

Poprzedni rozdział
Następny rozdział
YouVersion

Zachęcanie i wzywanie cię do codziennego szukania bliskości z Bogiem.

Misja

O YouVersion

Praca

Wolontariat

Blog

Prasa

Przydatne linki

Pomoc

Wesprzyj

Przekłady Biblii

Biblie audio

Języki Biblii

Werset dnia


Cyfrowa misja

Life.Church
Polski

©2026 Life.Church / YouVersion

Polityka prywatnościRegulamin
Program ujawniania luk w zabezpieczeniach
FacebookTwitterInstagramYoutubePinterest