YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra KUMAGALATI 3

1

KUMAGALATI 3:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Kodwa ke uKrestu wasikhulula ekuqalekisweni okuza ngomthetho, ngokuthi yena aqalekiswe endaweni yethu. Kaloku zithi iziBhalo: “Uqalekisiwe nguThixo nabani na obulawa ngokuxhonywa emthini!”

Sammenlign

Utforsk KUMAGALATI 3:13

2

KUMAGALATI 3:28

IBHAYIBHILE

XHO96

KuKrestu akusekho mJuda nantlanga, akusekho khoboka namntu ukhululekileyo, ndoda nabhinqa. Ninonke ningumntu omnye ngokumanywa noYesu Krestu.

Sammenlign

Utforsk KUMAGALATI 3:28

3

KUMAGALATI 3:29

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba ke ningabakaKrestu ningabazukulwana baka-Abraham. Ngoko ke niziindlalifa ngokwesithembiso.

Sammenlign

Utforsk KUMAGALATI 3:29

4

KUMAGALATI 3:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Yonke le nto yayijonge ekubeni intsikelelo eyathenjiswa uAbraham nguThixo ize igqithiselwe kwiintlanga nguKrestu, khon' ukuze thina simamkele ngokholo uMoya owathenjiswa nguThixo.

Sammenlign

Utforsk KUMAGALATI 3:14

5

KUMAGALATI 3:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Kuyaqondakala ke ukuba akukho mntu ugwetyelwa nguThixo ngenxa yomthetho; kuba zithi iziBhalo: “Uya kudla ubomi lowo wenziwe ilungisa nguThixo ngenxa yokukholwa.”

Sammenlign

Utforsk KUMAGALATI 3:11

Gratis leseplaner og andakter relatert til KUMAGALATI 3

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest