YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra UMARKO 2

1

UMARKO 2:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ekuvile ke oko uYesu, wathi kubo, Akufuneki gqirha kwabaphilileyo lifuneka kwabafayo. Andizé kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni, ukuba baguquke.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:17

2

UMARKO 2:5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Akulubona ke uYesu ukholo lwabo, wathi konedumbe, Mntwana wam, uzixolelwe izono zakho.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:5

3

UMARKO 2:27

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wayesithi kubo, Isabatha le yabakho ngenxa yomntu, asingumntu owabakhoyo ngenxa yesabatha.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:27

4

UMARKO 2:4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bakuba bengenakusondela kuye ngenxa yendimbane, banqika entungo apho abekhona; bakuba begqobhozile, baluhlisa ukhuko abelele kulo lowo unedumbe.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:4

5

UMARKO 2:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke ukuze nazi ukuba unalo igunya uNyana woMntu lokuxolela izono emhlabeni apha (uthi konedumbe), Ndithi kuwe, Vuka, uthabathe ukhuko lwakho, uye endlwini yakho.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:10-11

6

UMARKO 2:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Okhona kulula kukuphi na: kukho ukuthi konedumbe, Ùzixolelwe izono; kukho nokuthi, Vuka, uthabathe ukhuko lwakho, uhambe?

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:9

7

UMARKO 2:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wavuka kwaoko, waluthabatha ukhuko, waphuma phambi kwabo bonke, ngokokude bathi nqa bonke, bamzukise uThixo, besithi, Asizanga sikubone okunje.

Sammenlign

Utforsk UMARKO 2:12

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest