YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra ULUKA 23

1

ULUKA 23:34

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo. Bathi ke, besabelana ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:34

2

ULUKA 23:43

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UYesu wathi kuye, Inene, ndithi kuwe, Namhlanje ùya kuba nam eParadisi.•

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:43

3

ULUKA 23:42

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi kuYesu, Uze undikhumbule, Nkosi, xa uthe weza usebukumkanini bakho.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:42

4

ULUKA 23:46

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wadanduluka ngezwi elikhulu uYesu, wathi, Bawo, ndiyawunikela ezandleni zakho umoya wam. Uthe akuba etshilo, waphuma umphefumlo.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:46

5

ULUKA 23:33

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Bathi ke bakufika kwindawo le kuthiwa luKakayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho, kwanabenzi bobubi abo, omnye ngasekunene, nomnye ngasekhohlo.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:33

6

ULUKA 23:44-45

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku, kwakumalunga nelixa lesithandathu, kwaza kwakho ubumnyama phezu kwawo umhlaba uphela, kwada kwaba lilixa lesithoba. Lenziwa mnyama ilanga; isikhuselo sendawo eyingcwele sakrazuka phakathi.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:44-45

7

ULUKA 23:47

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku umthetheli-khulu, akukubona okuhlileyo, wazukisa uThixo, esithi, Inene, lo mntu ubelilungisa.

Sammenlign

Utforsk ULUKA 23:47

Gratis leseplaner og andakter relatert til ULUKA 23

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest